isiXhosa – Emoji Copy & Paste: Xhosa

    ๐Ÿ˜€

  • ๐Ÿ˜€ubuso obuhlekayo
  • ๐Ÿ˜ƒubuso obuncumileyo obunomlomo ovulekileyo
  • ๐Ÿ˜„ubuso obuncumileyo obunomlomo ovulekileyo namehlo ancumileyo
  • ๐Ÿ˜ubuso obuhlekayo obunamehlo ancumileyo
  • ๐Ÿ˜†ubuso obuncumileyo obunomlomo ovulekileyo namehlo avalekileyo
  • ๐Ÿ˜…ubuso obuncumileyo obunomlomo ovulekileyo nombilo obandayo
  • ๐Ÿคฃukugigitheka phantsi
  • ๐Ÿ˜‚ubuso obuneenyembezi zovuyo
  • ๐Ÿ™‚ubuso obuncumileyo kancinane
  • ๐Ÿ™ƒubuso obuphethukileyo
  • ๐Ÿ˜‰ubuso obuqoba iliso
  • ๐Ÿ˜Šubuso obuncumileyo obunamehlo ancumileyo
  • ๐Ÿ˜‡ubuso obuncumileyo obunesangqa entloko
  • ๐Ÿ˜ubuso obuncumileyo obunamehlo anentliziyo
  • ๐Ÿคฉukothuka
  • ๐Ÿ˜˜ubuso obuvuthela umncamiso
  • ๐Ÿ˜—ubuso obuphuzayo
  • โ˜บ๏ธubuso obuncumileyo
  • ๐Ÿ˜šubuso obuphuzayo obuvale amehlo
  • ๐Ÿ˜™ubuso obuphuzayo obunamehlo ancumileyo
  • ๐Ÿ˜‹ubuso obunandipha ukutya okumnandi
  • ๐Ÿ˜›ubuso obunyonyoza ulwimi
  • ๐Ÿ˜œubuso obunyonyoza ulwimi nobuqwabaza iliso
  • ๐Ÿคชubuso obugulayo
  • ๐Ÿ˜ubuso obunyonyoza ulwimi namehlo acimeleyo
  • ๐Ÿค‘ubuso obunemali emlonyeni
  • ๐Ÿค—ubuso obangayo
  • ๐Ÿคญubuso obubekwe isandla emlonyeni
  • ๐Ÿคซubuso obuthulisayo
  • ๐Ÿค”ubuso obucingayo
  • ๐Ÿคubuso obuvalwe umlomo ngoziphu
  • ๐Ÿคจubuso obuneentshiya ezinyusiweyo
  • ๐Ÿ˜ubuso obunyutrali
  • ๐Ÿ˜‘ubuso obungena mvakalelo
  • ๐Ÿ˜ถubuso obungenamlomo
  • ๐Ÿ˜ubuso obusinekileyo
  • ๐Ÿ˜’ubuso obungahlekiyo
  • ๐Ÿ™„ubuso obunamehlo ajikelezayo
  • ๐Ÿ˜ฌubuso obujamileyo
  • ๐Ÿคฅubuso obuxokayo
  • ๐Ÿ˜Œubuso obuqabukileyo
  • ๐Ÿ˜”ubuso obucamngcayo
  • ๐Ÿ˜ชubuso obozelayo
  • ๐Ÿคคubuso obuvuzโ€™ uluchwe
  • ๐Ÿ˜ดubuso obuleleyo
  • ๐Ÿ˜ทubuso obunesigqubuthelo sonyango
  • ๐Ÿค’ubuso obune-thermometer
  • ๐Ÿค•ubuso obunebhandeji elisentloko
  • ๐Ÿคขubuso obonyanyileyo
  • ๐Ÿคฎubuso obugabhayo
  • ๐Ÿคงubuso obuthimlayo
  • ๐Ÿ˜ตubuso obunesiyezi
  • ๐Ÿคฏintloko edubulayo
  • ๐Ÿค ubuso bomnqwazi we-cowboy
  • ๐Ÿ˜Žubuso obuncumileyo obuneendondo
  • ๐Ÿค“ubuso benkcuba-buchopho
  • ๐Ÿงubuso obune-monocle
  • ๐Ÿ˜•ubuso obuxakiweyo
  • ๐Ÿ˜Ÿubuso obuxhalabileyo
  • ๐Ÿ™ubuso obujayileyo kancinane
  • โ˜น๏ธubuso obufinge iintshiya
  • ๐Ÿ˜ฎubuso obunomlomo ovulekileyo
  • ๐Ÿ˜ฏubuso obuthuleyo
  • ๐Ÿ˜ฒubuso obuthe manga
  • ๐Ÿ˜ณubuso obuneentloni
  • ๐Ÿ˜ฆubuso obufinge iintshiya obuvule umlomo
  • ๐Ÿ˜งubuso obulusizi
  • ๐Ÿ˜จubuso oboyikayo
  • ๐Ÿ˜ฐubuso obunomlomo ovulekileyo nombilo obandayo
  • ๐Ÿ˜ฅubuso obudanileyo kodwa obuqabukileyo
  • ๐Ÿ˜ขubuso obulilayo
  • ๐Ÿ˜ญubuso obulilayo ngokuvakalayo
  • ๐Ÿ˜ฑubuso obutswinayo luloyiko
  • ๐Ÿ˜–ubuso obubhidekileyo
  • ๐Ÿ˜ฃubuso bokunyamezela
  • ๐Ÿ˜žubuso obuphoxekileyo
  • ๐Ÿ˜“ubuso obunombilo obandayo
  • ๐Ÿ˜ฉubuso obudiniweyo kakhulu
  • ๐Ÿ˜ซubuso obudiniweyo
  • ๐Ÿ˜คubuso obunomphunga ophuma empumlweni
  • ๐Ÿ˜กubuso obutsolise umlomo
  • ๐Ÿ˜ ubuso obunomsindo
  • ๐Ÿคฌubuso uboneesimboli emlonyeni
  • ๐Ÿ˜ˆubuso obuncumileyo obuneempondo
  • ๐Ÿ‘ฟubuso obunomsindo obuneempondo
  • ๐Ÿ’€ukakayi
  • โ˜ ๏ธukakayi namathambo anqamlezileyo
  • ๐Ÿ’ฉimfumba yelindle
  • ๐Ÿคกubuso bomhlekisi
  • ๐Ÿ‘นizim
  • ๐Ÿ‘บuthikoloshe
  • ๐Ÿ‘ปisiporho
  • ๐Ÿ‘ฝengaqhelekanga
  • ๐Ÿ‘พirhamncwa elingaqhelekanga
  • ๐Ÿค–ubuso berobhothi
  • ๐Ÿ˜บubuso bekati encumileyo enamehlo anentliziyo
  • ๐Ÿ˜ธubuso bekati obuhlekayo obunamehlo ancumileyo
  • ๐Ÿ˜นubuso bekati obuneenyembezi
  • ๐Ÿ˜ปubuso obuncumileyo bekati obunamehlo anentliziyo
  • ๐Ÿ˜ผubuso bekati obunoncumo olugoso
  • ๐Ÿ˜ฝubuso bekati encamisayo evale amehlo
  • ๐Ÿ™€ubuso bekati ediniweyo
  • ๐Ÿ˜ฟubuso bekati elilayo
  • ๐Ÿ˜พubuso bekati etsolise umlomo
  • ๐Ÿ™ˆinkawu evale amehlo
  • ๐Ÿ™‰inkawu evale iindlebe
  • ๐Ÿ™Šinkawu evale umlomo
  • ๐Ÿ’‹uphawu lokuphuza
  • ๐Ÿ’Œileta yothando
  • ๐Ÿ’˜intliziyo enotolo
  • ๐Ÿ’intliziyo eneribhoni
  • ๐Ÿ’–intliziyo ekhazimlayo
  • ๐Ÿ’—intliziyo ekhulayo
  • ๐Ÿ’“intliziyo ebethayo
  • ๐Ÿ’žiintliziyo ejikelezayo
  • ๐Ÿ’•iintliziyo ezimbini
  • ๐Ÿ’Ÿumhombiso wentliziyo
  • โฃ๏ธisikhuzo sentliziyo enzima
  • ๐Ÿ’”intliziyo eyaphukileyo
  • โค๏ธintliziyo ebomvu
  • ๐Ÿงกintliziyo eorenji
  • ๐Ÿ’›intliziyo emthubi
  • ๐Ÿ’šintliziyo eluhlaza
  • ๐Ÿ’™intliziyo ebhlowu
  • ๐Ÿ’œintliziyo emfusa
  • ๐Ÿ–คintliziyo emnyama
  • ๐Ÿ’ฏamanqaku alikhulu
  • ๐Ÿ’ขisimboli yomsindo
  • ๐Ÿ’ฅukungqubana
  • ๐Ÿ’ซisiyezi
  • ๐Ÿ’ฆamathontsi ombilo
  • ๐Ÿ’จukubaleka
  • ๐Ÿ•ณ๏ธumngxuma
  • ๐Ÿ’ฃibhombu
  • ๐Ÿ’ฌibhaloni yentetho
  • ๐Ÿ‘๏ธโ€๐Ÿ—จ๏ธiliso elikwiqhamza lentetho
  • ๐Ÿ—จ๏ธiqhamza lentetho elisekhohlo
  • ๐Ÿ—ฏ๏ธiqhamza lomsindo elisekunene
  • ๐Ÿ’ญibhaluni yokucinga
  • ๐Ÿ’คzzz
  • ๐Ÿ‘‹

  • ๐Ÿ‘‹ukuwangawangisa isandla
  • ๐Ÿคšumva wesandla onyusiweyo
  • ๐Ÿ–๏ธisandla esiphakanyisiweyo esineminwe ethe saa
  • โœ‹isandla esinyusiweyo
  • ๐Ÿ––umbuliso we-vulcan
  • ๐Ÿ‘Œisandla esithi Kulungile
  • โœŒ๏ธisandla sempumelelo
  • ๐Ÿคžiminwe enqamlezeneyo
  • ๐ŸคŸumjekulo othi ndiyakuthanda
  • ๐Ÿค˜uphawu lweempondo
  • ๐Ÿค™isandla esithi ndifowunele
  • ๐Ÿ‘ˆisalathiso somva wesandla esalatha ekhohlo
  • ๐Ÿ‘‰isalathiso somva wesandla esalatha ekunene
  • ๐Ÿ‘†isalathiso somva wesandla esalatha phezulu
  • ๐Ÿ–•umnwe ophakathi
  • ๐Ÿ‘‡isalathiso somva wesandla esalatha ezantsi
  • โ˜๏ธisalathiso esalatha phezulu
  • ๐Ÿ‘ubhontsi ojonge phezulu
  • ๐Ÿ‘Žubhontsi ojonge ezantsi
  • โœŠinqindi elinyusiweyo
  • ๐Ÿ‘Šinqindi elizayo
  • ๐Ÿค›inqindi elijonge ekhohlo
  • ๐Ÿคœinqindi elijonge ekunene
  • ๐Ÿ‘izandla eziqhwabayo
  • ๐Ÿ™Œukunyusa izandla
  • ๐Ÿ‘izandla ezivulekileyo
  • ๐Ÿคฒiintende zesandla ezikunye
  • ๐Ÿคukubamba isandla
  • ๐Ÿ™izandla ezisongiweyo
  • โœ๏ธisandla esibhalayo
  • ๐Ÿ’…ipolishi yeenzipho
  • ๐Ÿคณiselfi
  • ๐Ÿ’ชamankonyana agotyiweyo
  • ๐Ÿ‘‚indlebe
  • ๐Ÿ‘ƒimpumlo
  • ๐Ÿง ubuchopho
  • ๐Ÿ‘€amehlo
  • ๐Ÿ‘๏ธiliso
  • ๐Ÿ‘…ulwimi
  • ๐Ÿ‘„umlomo
  • ๐Ÿ‘ถusana
  • ๐Ÿง’umntwana
  • ๐Ÿ‘ฆinkwenkwe
  • ๐Ÿ‘งintombazana
  • ๐Ÿง‘umntu omdala
  • ๐Ÿ‘ฑumntu oneenwele ezimhlophe
  • ๐Ÿ‘จindoda
  • ๐Ÿง”umntu oneentshebe
  • ๐Ÿ‘ฉibhinqa
  • ๐Ÿ‘ฑโ€โ™€๏ธibhinqa elineenwele ezimhlophe
  • ๐Ÿ‘ฑโ€โ™‚๏ธindoda eneenwele ezimhlophe
  • ๐Ÿง“umntu omdala ngakumbi
  • ๐Ÿ‘ดindoda endala
  • ๐Ÿ‘ตibhinqa elidala
  • ๐Ÿ™umntu ofinge iintshiya
  • ๐Ÿ™โ€โ™‚๏ธindoda efinge iintshiya
  • ๐Ÿ™โ€โ™€๏ธibhinqa elifinge iintshiya
  • ๐Ÿ™Žumntu otsalisa umlomo
  • ๐Ÿ™Žโ€โ™‚๏ธindoda etsolisa umlomo
  • ๐Ÿ™Žโ€โ™€๏ธibhinqa elitsolisa umlomo
  • ๐Ÿ™…umntu ojekulayo ukuthi HAYI
  • ๐Ÿ™…โ€โ™‚๏ธindoda elijekulayo ukuthi HAYI
  • ๐Ÿ™…โ€โ™€๏ธibhinqa elijekulayo ukuthi HAYI
  • ๐Ÿ™†umntu ojekula ukuthi Kulungile
  • ๐Ÿ™†โ€โ™‚๏ธindoda ejekula ukuthi Kulungile
  • ๐Ÿ™†โ€โ™€๏ธibhinqa elijekula ukuthi Kulungile
  • ๐Ÿ’umntu ophethule isandla
  • ๐Ÿ’โ€โ™‚๏ธindoda ephethula isandla
  • ๐Ÿ’โ€โ™€๏ธibhinqa eluphethula isandla
  • ๐Ÿ™‹umntu ophakamisa isandla
  • ๐Ÿ™‹โ€โ™‚๏ธindoda ephakamisa isandla
  • ๐Ÿ™‹โ€โ™€๏ธibhinqa eliphakamisa isandla
  • ๐Ÿ™‡umntu ogobayo
  • ๐Ÿ™‡โ€โ™‚๏ธindoda egobayo
  • ๐Ÿ™‡โ€โ™€๏ธibhinqa eligobayo
  • ๐Ÿคฆumntu ogqume ubuso ngezandla
  • ๐Ÿคฆโ€โ™‚๏ธindoda egqume ubuso ngezandla
  • ๐Ÿคฆโ€โ™€๏ธibhinqa eligqume ubuso ngezandla
  • ๐Ÿคทumntu onyikinya amagxa
  • ๐Ÿคทโ€โ™‚๏ธindoda enyikinya amagxa
  • ๐Ÿคทโ€โ™€๏ธibhinqa elinyikinya amagxa
  • ๐Ÿ‘จโ€โš•๏ธumsebenzi wezonyango oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€โš•๏ธumsebenzi wempilo olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐ŸŽ“umfundi oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐ŸŽ“umfundi olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐Ÿซutitshala oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐Ÿซutitshala olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€โš–๏ธumgwebi oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€โš–๏ธumgwebi olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐ŸŒพumfama oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐ŸŒพumfama olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐Ÿณumpheki oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐Ÿณumpheki olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐Ÿ”งumkhandi oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐Ÿ”งumkhandi olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐Ÿญumsebenzi wasefektri oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐Ÿญumsebenzi wasefektri olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐Ÿ’ผumsebenzi waseofisini oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐Ÿ’ผumsebenzi waseofisini olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐Ÿ”ฌisazinzulu esiyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐Ÿ”ฌisazinzulu esilibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐Ÿ’ปingcali eyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐Ÿ’ปingcali elilibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐ŸŽคumculi oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐ŸŽคumculi olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐ŸŽจiathisti eyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐ŸŽจigcisa elilibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€โœˆ๏ธumqhubi wenqwelo-moya oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€โœˆ๏ธumqhubi wenqwelo-moya olibhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐Ÿš€usomajukujuku oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐Ÿš€usomajukujuku olubhinqa
  • ๐Ÿ‘จโ€๐Ÿš’umcimi-mlilo oyindoda
  • ๐Ÿ‘ฉโ€๐Ÿš’umcimi-mlilo olibhinqa
  • ๐Ÿ‘ฎigosa lamapolisa
  • ๐Ÿ‘ฎโ€โ™‚๏ธigosa lepolisa eliyindoda
  • ๐Ÿ‘ฎโ€โ™€๏ธigosa lepolisa elilibhinqa
  • ๐Ÿ•ต๏ธumcuphi
  • ๐Ÿ•ต๏ธโ€โ™‚๏ธumcuphi oyindoda
  • ๐Ÿ•ต๏ธโ€โ™€๏ธumcuphi olibhinqa
  • ๐Ÿ’‚unogada
  • ๐Ÿ’‚โ€โ™‚๏ธunogada oyindoda
  • ๐Ÿ’‚โ€โ™€๏ธunogada olibhinqa
  • ๐Ÿ‘ทumsebenzi wolwakhiwo
  • ๐Ÿ‘ทโ€โ™‚๏ธumsebenzi wolwakhiwo oyindoda
  • ๐Ÿ‘ทโ€โ™€๏ธumsebenzi wolwakhiwo olibhinqa
  • ๐Ÿคดinkosana
  • ๐Ÿ‘ธinkosazana
  • ๐Ÿ‘ณumntu othwele unkontsho
  • ๐Ÿ‘ณโ€โ™‚๏ธindoda ethwele unkontsho
  • ๐Ÿ‘ณโ€โ™€๏ธibhinqa elithwele unkontsho
  • ๐Ÿ‘ฒindoda enxibe ikepusi
  • ๐Ÿง•ibhinqa elineqhiya
  • ๐Ÿคตindoda enxibe i-tuxedo
  • ๐Ÿ‘ฐumtshakazi nesigubungelo
  • ๐Ÿคฐibhinqa elikhulelweyo
  • ๐Ÿคฑukuncancisa
  • ๐Ÿ‘ผingelosi elusana
  • ๐ŸŽ…U-Santa Claus
  • ๐ŸคถUNksz. Claus
  • ๐Ÿง™i-mage
  • ๐Ÿง™โ€โ™‚๏ธi-mage eyindoda
  • ๐Ÿง™โ€โ™€๏ธi-mage elibhinqa
  • ๐Ÿงšumkholonjane
  • ๐Ÿงšโ€โ™‚๏ธumkholonjane oyindoda
  • ๐Ÿงšโ€โ™€๏ธumkholonjane olibhinqa
  • ๐Ÿง›i-vampire
  • ๐Ÿง›โ€โ™‚๏ธi-vampire eyindoda
  • ๐Ÿง›โ€โ™€๏ธi-vampire elibhinqa
  • ๐Ÿงœi-merperson
  • ๐Ÿงœโ€โ™‚๏ธi-merman
  • ๐Ÿงœโ€โ™€๏ธintombi-ntlanzi yasentsomini
  • ๐Ÿงuhili
  • ๐Ÿงโ€โ™‚๏ธuhili oyindoda
  • ๐Ÿงโ€โ™€๏ธuhili olibhinqa
  • ๐Ÿงži-genie
  • ๐Ÿงžโ€โ™‚๏ธindoda ye-genie
  • ๐Ÿงžโ€โ™€๏ธibhinqa le-genie
  • ๐ŸงŸisithunzela
  • ๐ŸงŸโ€โ™‚๏ธisithunzela esiyindoda
  • ๐ŸงŸโ€โ™€๏ธisithunzela esilibhinqa
  • ๐Ÿ’†umntu ophululwayo
  • ๐Ÿ’†โ€โ™‚๏ธindoda eliphululwayo
  • ๐Ÿ’†โ€โ™€๏ธibhinqa eliphululwayo
  • ๐Ÿ’‡umntu ocheba iinwele
  • ๐Ÿ’‡โ€โ™‚๏ธindoda echeba iinwele
  • ๐Ÿ’‡โ€โ™€๏ธibhinqa elicheba iinwele
  • ๐Ÿšถumntu ohambayo
  • ๐Ÿšถโ€โ™‚๏ธindoda ehambayo
  • ๐Ÿšถโ€โ™€๏ธibhinqa elihambayo
  • ๐Ÿƒumntu obalekayo
  • ๐Ÿƒโ€โ™‚๏ธindoda ebalekayo
  • ๐Ÿƒโ€โ™€๏ธibhinqa elibhalekayo
  • ๐Ÿ’ƒibhinqa elidanisayo
  • ๐Ÿ•บindoda edanisayo
  • ๐Ÿ•ด๏ธindoda enxibe isuti yeshishini endandayo
  • ๐Ÿ‘ฏabantu abaneendlebe zomvundla abakwitheko
  • ๐Ÿ‘ฏโ€โ™‚๏ธamadoda aneneendlebe zomvundla akwitheko
  • ๐Ÿ‘ฏโ€โ™€๏ธibhinqa elineendlebe zomvundla elikwitheko
  • ๐Ÿง–umntu okwigumbi lomphunga
  • ๐Ÿง–โ€โ™‚๏ธindoda ekwigumbi lomphunga
  • ๐Ÿง–โ€โ™€๏ธibhinqa elikwigumbi lomphunga
  • ๐Ÿง—umntu onyukayo
  • ๐Ÿง—โ€โ™‚๏ธindoda enyukayo
  • ๐Ÿง—โ€โ™€๏ธibhinqa elinyukayo
  • ๐Ÿคบumntu olwa ngesabile
  • ๐Ÿ‡ihashe elikumdyarho
  • โ›ท๏ธumntu otyibilika kwikhephu
  • ๐Ÿ‚umtyibilizi kwikhephu
  • ๐ŸŒ๏ธumntu odlala igalufa
  • ๐ŸŒ๏ธโ€โ™‚๏ธindoda edlala igalufa
  • ๐ŸŒ๏ธโ€โ™€๏ธibhinqa elidlala igalufa
  • ๐Ÿ„umntu otyibiliza phezu kwamaza
  • ๐Ÿ„โ€โ™‚๏ธindoda etyibiliza emanzini
  • ๐Ÿ„โ€โ™€๏ธibhinqa elityibiliza emanzini
  • ๐Ÿšฃumntu obheqa iphenyane
  • ๐Ÿšฃโ€โ™‚๏ธindoda ebheqa iphenyana
  • ๐Ÿšฃโ€โ™€๏ธibhinqa elibheqa iphenyana
  • ๐ŸŠumntu oqubhayo
  • ๐ŸŠโ€โ™‚๏ธindoda equbhayo
  • ๐ŸŠโ€โ™€๏ธibhinqa eliqubhayo
  • โ›น๏ธumntu ogqampisa ibhola
  • โ›น๏ธโ€โ™‚๏ธindoda egqampisa ibhola
  • โ›น๏ธโ€โ™€๏ธibhinqa eligqampisa ibhola
  • ๐Ÿ‹๏ธumntu ophakamisa iintsimbi
  • ๐Ÿ‹๏ธโ€โ™‚๏ธindoda ephakamisa iintsimbi
  • ๐Ÿ‹๏ธโ€โ™€๏ธibhinqa eliphakamisa iintsimbi
  • ๐Ÿšดumntu oqhuba ibhayisekile
  • ๐Ÿšดโ€โ™‚๏ธindoda eqhuba ibhayisekile
  • ๐Ÿšดโ€โ™€๏ธibhinqa eliqhuba ibhayisekile
  • ๐Ÿšตumntu oqhuba ibhayisekile entabeni
  • ๐Ÿšตโ€โ™‚๏ธindoda eqhuba ibhayisekile entabeni
  • ๐Ÿšตโ€โ™€๏ธibhinqa eliqhuba ibhayisekile entabeni
  • ๐Ÿคธumntu owenza uqilikibhode ngecala
  • ๐Ÿคธโ€โ™‚๏ธindoda eyenza uqilikibhode ngecala
  • ๐Ÿคธโ€โ™€๏ธibhinqa elenza uqilikibhode ngecala
  • ๐Ÿคผabantu abangqulanayo
  • ๐Ÿคผโ€โ™‚๏ธamadoda angqulanayo
  • ๐Ÿคผโ€โ™€๏ธamabhinqa angqulanayo
  • ๐Ÿคฝumntu odlala i-polo yasemanzini
  • ๐Ÿคฝโ€โ™‚๏ธindoda edlala i-polo yasemanzini
  • ๐Ÿคฝโ€โ™€๏ธibhinqa elidlala i-polo yasemanzini
  • ๐Ÿคพumntu odlala ibhola yesandla
  • ๐Ÿคพโ€โ™‚๏ธindoda edlala ibhola yesandla
  • ๐Ÿคพโ€โ™€๏ธibhinqa elidlala ibhola yesandla
  • ๐Ÿคนumntu oqhathayo
  • ๐Ÿคนโ€โ™‚๏ธindoda eqhathayo
  • ๐Ÿคนโ€โ™€๏ธibhinqa eliqhathayo
  • ๐Ÿง˜umntu okwimo ye-lotus
  • ๐Ÿง˜โ€โ™‚๏ธindoda ekwimo ye-lotus
  • ๐Ÿง˜โ€โ™€๏ธibhinqa elikwimo ye-lotus
  • ๐Ÿ›€umntu ohlambayo
  • ๐Ÿ›Œumntu osebhedini
  • ๐Ÿ‘ญamabhinqa amabini abambene ngezandla
  • ๐Ÿ‘ซindoda nebhinqa abambe izandla
  • ๐Ÿ‘ฌamadoda amabini abambene ngezandla
  • ๐Ÿ’phuza
  • ๐Ÿ’‘isibini esinentliziyo
  • ๐Ÿ‘ชusapho
  • ๐Ÿ—ฃ๏ธintloko ethethayo
  • ๐Ÿ‘คumfanekiso oqingqiweyo wentloko namagxa
  • ๐Ÿ‘ฅimifanekiso eqingqiweyo yentloko namagxa
  • ๐Ÿ‘ฃimizila yeenyawo
  • ๐Ÿต

  • ๐Ÿตubuso benkawu
  • ๐Ÿ’inkawu
  • ๐Ÿฆigorila
  • ๐Ÿถubuso benja
  • ๐Ÿ•inja
  • ๐Ÿฉi-poodle
  • ๐Ÿบubuso bengcuka
  • ๐ŸฆŠubuso bempungutye
  • ๐Ÿฑubuso bekati
  • ๐Ÿˆikati
  • ๐Ÿฆubuso bengonyama
  • ๐Ÿฏubuso bengwe
  • ๐Ÿ…ingwe
  • ๐Ÿ†ihlosi
  • ๐Ÿดubuso behashe
  • ๐ŸŽihashe
  • ๐Ÿฆ„ubuso bophondo-lunye
  • ๐Ÿฆ“iqhwarhashe
  • ๐ŸฆŒixhama
  • ๐Ÿฎubuso benkomo
  • ๐Ÿ‚inkunzi yenkomo
  • ๐Ÿƒinyathi yamanzi
  • ๐Ÿ„inkomo
  • ๐Ÿทubuso behagu
  • ๐Ÿ–ihagu
  • ๐Ÿ—inkunzi yehagu
  • ๐Ÿฝimpumlo yehagu
  • ๐Ÿinkunzi yegusha
  • ๐Ÿ‘imazi yegusha
  • ๐Ÿibhokhwe
  • ๐Ÿชinkamela
  • ๐Ÿซinkamela enamalunda amabini
  • ๐Ÿฆ’indlulamthi
  • ๐Ÿ˜indlovu
  • ๐Ÿฆumkhombe
  • ๐Ÿญubuso bempuku
  • ๐Ÿimpuku
  • ๐Ÿ€ibuzi
  • ๐Ÿนubuso be-hamster
  • ๐Ÿฐubuso bomvundla
  • ๐Ÿ‡umvundla
  • ๐Ÿฟ๏ธi-chipmunk
  • ๐Ÿฆ”i-hedgehog
  • ๐Ÿฆ‡ilulwane
  • ๐Ÿปubuso bebhere
  • ๐Ÿจi-koala
  • ๐Ÿผubuso bepanda
  • ๐Ÿพimizila yethupha
  • ๐Ÿฆƒi-turkey
  • ๐Ÿ”inkuku
  • ๐Ÿ“inkunzi yenkuku
  • ๐Ÿฃintshontsho eliqanduselayo
  • ๐Ÿคintshontsho
  • ๐Ÿฅintshontsho elijonge ngaphambili
  • ๐Ÿฆintaka
  • ๐Ÿงiphengwini
  • ๐Ÿ•Š๏ธihobe
  • ๐Ÿฆ…ukhozi
  • ๐Ÿฆ†idada
  • ๐Ÿฆ‰isikhova
  • ๐Ÿธubuso besele
  • ๐ŸŠingwenya
  • ๐Ÿขufudo
  • ๐ŸฆŽicikilishe
  • ๐Ÿinyoka
  • ๐Ÿฒubuso be-dragon
  • ๐Ÿ‰i-dragon
  • ๐Ÿฆ•i-sauropod
  • ๐Ÿฆ–I-T-Rex
  • ๐Ÿณumnenge otsazisa amanzi
  • ๐Ÿ‹umnenge
  • ๐Ÿฌihlengesi
  • ๐ŸŸintlanzi
  • ๐Ÿ intlanzi yetropiki
  • ๐Ÿกi-blowfish
  • ๐Ÿฆˆukrebe
  • ๐Ÿ™ingwane
  • ๐Ÿšiqokobhe elijikelezayo
  • ๐ŸŒinkumba
  • ๐Ÿฆ‹ibhabhathane
  • ๐Ÿ›incukuthu
  • ๐Ÿœimbovane
  • ๐Ÿinyosi yobusi
  • ๐Ÿžuqongqothwane
  • ๐Ÿฆ—iqakamba
  • ๐Ÿ•ท๏ธisigcawu
  • ๐Ÿ•ธ๏ธindlu yesigcawu
  • ๐Ÿฆ‚unomadudwane
  • ๐Ÿ’i-bouquet
  • ๐ŸŒธintyatyambo ye-cherry
  • ๐Ÿ’ฎintyatyambo emhlophe
  • ๐Ÿต๏ธi-rosette
  • ๐ŸŒนi-rose
  • ๐Ÿฅ€intyatyambo ebunileyo
  • ๐ŸŒบumlolwa
  • ๐ŸŒปujongilanga
  • ๐ŸŒผi-blossom
  • ๐ŸŒทi-tulip
  • ๐ŸŒฑimbewana
  • ๐ŸŒฒumthi ohlala uluhlaza
  • ๐ŸŒณumthi ovuthulukayo
  • ๐ŸŒดumthi wesundu
  • ๐ŸŒตi-cactus
  • ๐ŸŒพisithungu serayisi
  • ๐ŸŒฟisityalo
  • โ˜˜๏ธi-shamrock
  • ๐Ÿ€ifula elinamagqabi amane
  • ๐Ÿumthi we-maple
  • ๐Ÿ‚igqabi eliwileyo
  • ๐Ÿƒigqabi eliphaphathekayo emoyeni
  • ๐Ÿ‡

  • ๐Ÿ‡idiliya
  • ๐Ÿˆumxoxozi
  • ๐Ÿ‰ivatala
  • ๐ŸŠinartyisi
  • ๐Ÿ‹i-lemon
  • ๐ŸŒibhanana
  • ๐Ÿipayinapile
  • ๐ŸŽiapile elibomvu
  • ๐Ÿiapile eliluhlaza
  • ๐Ÿipere
  • ๐Ÿ‘ipesika
  • ๐Ÿ’i-cherries
  • ๐Ÿ“iqunube
  • ๐Ÿฅisiqhamo sekiwi
  • ๐Ÿ…itumato
  • ๐Ÿฅฅikhokhonathi
  • ๐Ÿฅ‘i-avocado
  • ๐Ÿ†i-eggplant
  • ๐Ÿฅ”itapile
  • ๐Ÿฅ•umnqathe
  • ๐ŸŒฝisikhwebu sombona
  • ๐ŸŒถ๏ธipepile eshushu
  • ๐Ÿฅ’inkonkomire
  • ๐Ÿฅฆi-broccoli
  • ๐Ÿ„ikhowa
  • ๐Ÿฅœamandongomane
  • ๐ŸŒฐi-chestnut
  • ๐Ÿžisonka
  • ๐Ÿฅi-croissant
  • ๐Ÿฅ–isonka se-baguette
  • ๐Ÿฅจi-pretzel
  • ๐Ÿฅži-pancakes
  • ๐Ÿง€iverhe yetshizi
  • ๐Ÿ–inyama esethanjeni
  • ๐Ÿ—umlenze wehagu
  • ๐Ÿฅฉumsiko wenyama
  • ๐Ÿฅ“ispeke
  • ๐Ÿ”i-hamburger
  • ๐ŸŸi-french fries
  • ๐Ÿ•i-pizza
  • ๐ŸŒญi-hot dog
  • ๐Ÿฅชi-sandwich
  • ๐ŸŒฎi-taco
  • ๐ŸŒฏi-burrito
  • ๐Ÿฅ™isonka esimcaba esihlohliweyo
  • ๐Ÿฅšiqanda
  • ๐Ÿณukupheka
  • ๐Ÿฅ˜ipani elinganzulwanga lokutya
  • ๐Ÿฒimbiza yokutya
  • ๐Ÿฅฃisitya esinecephe
  • ๐Ÿฅ—isaladi eluhlaza
  • ๐Ÿฟumbona oqhashumbayo
  • ๐Ÿฅซukutya okusetotini
  • ๐Ÿฑibhokisi ye-bento
  • ๐Ÿ˜i-rice cracker
  • ๐Ÿ™ibhola yerayisi
  • ๐Ÿširayisi ephekiweyo
  • ๐Ÿ›irayisi yekheri
  • ๐Ÿœisitya esiqhumayo
  • ๐Ÿi-spaghetti
  • ๐Ÿ ibhatata ekroqiweyo
  • ๐Ÿขi-oden
  • ๐Ÿฃi-sushi
  • ๐Ÿคinqonci eqhotsiweyo
  • ๐Ÿฅi-fish cake enokujikeleza
  • ๐Ÿกi-dango
  • ๐ŸฅŸimbulanga yentlama
  • ๐Ÿฅ iqebengwane lethamsanqa
  • ๐Ÿฅกibhokisi ye-takeout
  • ๐Ÿฆ€unonkala
  • ๐Ÿฆinqonci
  • ๐Ÿฆ‘i-squid
  • ๐Ÿฆiayiskrim ethambileyo
  • ๐Ÿงumkhenkce osikiweyo
  • ๐Ÿจiayiskrim
  • ๐Ÿฉidonathi
  • ๐Ÿชiqebengwane
  • ๐ŸŽ‚ikeyiki yomhla wokuzalwa
  • ๐Ÿฐi-shortcake
  • ๐Ÿฅงipayi
  • ๐Ÿซisixwexwe setshokolethi
  • ๐Ÿฌilekese
  • ๐Ÿญi-lollipop
  • ๐Ÿฎikhastadi
  • ๐Ÿฏimbiza yobusi
  • ๐Ÿผibhotile yosana
  • ๐Ÿฅ›iglasi yobisi
  • โ˜•isiselo esishushu
  • ๐Ÿตikomityi engenamqheba
  • ๐Ÿถi-sake
  • ๐Ÿพibhotile enesiciko esitsibayo
  • ๐Ÿทiglasi yewayine
  • ๐Ÿธiglasi ye-cocktail
  • ๐Ÿนisiselo setropiki
  • ๐Ÿบimagi yebhiya
  • ๐Ÿปiimagi zebhiya ezingqubanayo
  • ๐Ÿฅ‚iiglasi ezingqubanayo
  • ๐Ÿฅƒiglasi engenamqheba
  • ๐Ÿฅคikomityi enestro
  • ๐Ÿฅขi-chopsticks
  • ๐Ÿฝ๏ธifolokhwe nemela nepleyiti
  • ๐Ÿดimela nefolokhwe
  • ๐Ÿฅ„icephe
  • ๐Ÿ”ชimela yasekhitshini
  • ๐Ÿบi-amphora
  • ๐ŸŒ

  • ๐ŸŒiglobhu ebonisa iYurophu-Afrika
  • ๐ŸŒŽiglobhu ebonisa i-America
  • ๐ŸŒiglobhu ebonisa i-Asia-Ostreliya
  • ๐ŸŒiglobhu enemeridian
  • ๐Ÿ—บ๏ธimaphu yehlabathi
  • ๐Ÿ—พimaphu yaseJapan
  • ๐Ÿ”๏ธintyaba egcwele ikhephu
  • โ›ฐ๏ธintaba
  • ๐ŸŒ‹intabamlilo
  • ๐Ÿ—ปintaba i-fuji
  • ๐Ÿ•๏ธukuhlala ententeni
  • ๐Ÿ–๏ธunxweme kunye nesambreli
  • ๐Ÿœ๏ธintlango
  • ๐Ÿ๏ธisiqithi sentlango
  • ๐Ÿž๏ธipaki yelizwe
  • ๐ŸŸ๏ธisitediyam
  • ๐Ÿ›๏ธisakhiwo sakudala
  • ๐Ÿ—๏ธulwakhiwo lwesakhiwo
  • ๐Ÿ˜๏ธizindlu
  • ๐Ÿš๏ธindlu eyekiweyo
  • ๐Ÿ indlu
  • ๐Ÿกindlu enegadi
  • ๐Ÿขisakhiwo seofisi
  • ๐Ÿฃiposofi yaseJapan
  • ๐Ÿคiposofi
  • ๐Ÿฅisibhedlele
  • ๐Ÿฆibhanki
  • ๐Ÿจihotele
  • ๐Ÿฉihotele yothando
  • ๐Ÿชivenkile yoncedo
  • ๐Ÿซisikolo
  • ๐Ÿฌivenkile yecandelo
  • ๐Ÿญifekri
  • ๐Ÿฏinqaba yaseJapan
  • ๐Ÿฐinqaba
  • ๐Ÿ’’umtshato
  • ๐Ÿ—ผinqaba yase-Tokyo
  • ๐Ÿ—ฝUmfanekiso oqingqiweyo Wenkululeko
  • โ›ชicawe
  • ๐Ÿ•Œi-mosque
  • ๐Ÿ•isinagoga
  • โ›ฉ๏ธitempilo ye-shinto
  • ๐Ÿ•‹i-kaaba
  • โ›ฒingxangxasi
  • โ›บintente
  • ๐ŸŒkunenkungu
  • ๐ŸŒƒubusuku obuneenkwenkwezi
  • ๐Ÿ™๏ธi-cityscape
  • ๐ŸŒ„ukuphuma kwelanga phezu kweentaba
  • ๐ŸŒ…ukuphuma kwelanga
  • ๐ŸŒ†i-cityscape ngorhatya
  • ๐ŸŒ‡intshona langa
  • ๐ŸŒ‰ibrorho ebusuku
  • โ™จ๏ธi-hot springs
  • ๐ŸŽ ihashe lomthayi
  • ๐ŸŽกivili le-ferris
  • ๐ŸŽขumahla-ndeyuka
  • ๐Ÿ’ˆipali yomchebi weenwele
  • ๐ŸŽชintente yesekisi
  • ๐Ÿš‚intloko kaloliwe
  • ๐Ÿšƒimoto yesiporo
  • ๐Ÿš„uloliwe obalekayo
  • ๐Ÿš…uloliwe obalekayo onempumlo yembumbulu
  • ๐Ÿš†uloliwe
  • ๐Ÿš‡i-metro
  • ๐Ÿšˆintonga yokukhanya
  • ๐Ÿš‰isitishi
  • ๐ŸšŠutramu
  • ๐Ÿšisiporo esinenkasayiya enye
  • ๐Ÿšžisiporo sentaba
  • ๐Ÿš‹imoto katramu
  • ๐ŸšŒibhasi
  • ๐Ÿšibhasi ezayo
  • ๐ŸšŽibhasi yombane
  • ๐Ÿšibhasi encinci
  • ๐Ÿš‘iambulensi
  • ๐Ÿš’injini yomlilo
  • ๐Ÿš“imoto yamapolisa
  • ๐Ÿš”imoto yamapolisa ezayo
  • ๐Ÿš•iteksi
  • ๐Ÿš–iteksi ezayo
  • ๐Ÿš—inqwelo-mafutha
  • ๐Ÿš˜imoto ezayo
  • ๐Ÿš™inqwelo-mafutha yoncedo yomdlalo
  • ๐Ÿššitraka yomthwalo
  • ๐Ÿš›itraka edityanisiweyo
  • ๐Ÿšœitrekta
  • ๐ŸŽ๏ธimoto yomdyarho
  • ๐Ÿ๏ธi-motorcycle
  • ๐Ÿ›ตisithuthuthu semoto
  • ๐Ÿšฒibhayisikile
  • ๐Ÿ›ดisithuthuthu esikhatywayo
  • ๐Ÿšindawo yokuma ibhasi
  • ๐Ÿ›ฃ๏ธisitrato esikhulu
  • ๐Ÿ›ค๏ธindlela yesiporo
  • ๐Ÿ›ข๏ธigubu leoli
  • โ›ฝimpompo yepetroli
  • ๐Ÿšจisibane semoto yamapolisa
  • ๐Ÿšฅisibane setrafiki esithe tyaba
  • ๐Ÿšฆisibane setrafiki esithe nkqo
  • ๐Ÿ›‘umqondiso wokumisa
  • ๐Ÿšงulwakhiwo
  • โš“i-ankile
  • โ›ตiphenyana
  • ๐Ÿ›ถiphenyane
  • ๐Ÿšคiphenyana lesantya
  • ๐Ÿ›ณ๏ธinqanawa yepasenja
  • โ›ด๏ธisikhitshana
  • ๐Ÿ›ฅ๏ธi-motor boat
  • ๐Ÿšขinqanawa
  • โœˆ๏ธinqwelo-moya
  • ๐Ÿ›ฉ๏ธinqwelo-moya encinane
  • ๐Ÿ›ซukunduluka kwenqwelo-moya
  • ๐Ÿ›ฌukufika kwenqwelo-moya
  • ๐Ÿ’บisihlalo
  • ๐Ÿšihelikopta
  • ๐ŸšŸisiporo esixhonyiweyo
  • ๐Ÿš indlela yeentsontela yentaba
  • ๐Ÿšกumgaqo katramu womoya
  • ๐Ÿ›ฐ๏ธi-satellite
  • ๐Ÿš€isiphekepheke
  • ๐Ÿ›ธisosa ebhabhayo
  • ๐Ÿ›Ž๏ธintsimbi ye-bellhop
  • โŒ›i-hourglass
  • โณi-hourglass enesanti ehlayo
  • โŒšbukela
  • โฐiwotshi yealam
  • โฑ๏ธistophu-wotshi
  • โฒ๏ธiwotshi yesibali-xesha
  • ๐Ÿ•ฐ๏ธiwotshi ye-mantelpiece
  • ๐Ÿ•›intsimbi yeshumi elinesibini
  • ๐Ÿ•งicala emva kwentsimbi yeshumi elinesibini
  • ๐Ÿ•intsimbi yokuqala
  • ๐Ÿ•œicala emva kwentsimbi yokuqala
  • ๐Ÿ•‘intsimbi yesibini
  • ๐Ÿ•icala emva kwentsimbi yesibini
  • ๐Ÿ•’intsimbi yesithathu
  • ๐Ÿ•žicala emva kwentsimbi yesithathu
  • ๐Ÿ•“intsimbi yesine
  • ๐Ÿ•Ÿicala emva kwentsimbi yesine
  • ๐Ÿ•”intsimbi yesihlanu
  • ๐Ÿ• icala emva kwentsimbi yesihlanu
  • ๐Ÿ••intsimbi yesithandathu
  • ๐Ÿ•กicala emva kwentsimbi yesithandathu
  • ๐Ÿ•–intsimbi yesixhenxe
  • ๐Ÿ•ขicala emva kwentsimbi yesixhenxe
  • ๐Ÿ•—intsimbi yesibhozo
  • ๐Ÿ•ฃicala emva kwentsimbi yesibhozo
  • ๐Ÿ•˜intsimbi yethoba
  • ๐Ÿ•คicala emva kwentsimbi yethoba
  • ๐Ÿ•™intsimbi yeshumi
  • ๐Ÿ•ฅicala emva kwentsimbi yeshumi
  • ๐Ÿ•šintsimbi yeshumi elinanye
  • ๐Ÿ•ฆicala emva kwentsimbi yeshumi elinanye
  • ๐ŸŒ‘inyanga entsha
  • ๐ŸŒ’inyanga elicala efayo
  • ๐ŸŒ“inyanga yekota yokuqala
  • ๐ŸŒ”inyanga eliceba efayo
  • ๐ŸŒ•inyanga epheleleyo
  • ๐ŸŒ–inyanga eliceba ethwasayo
  • ๐ŸŒ—inyanga yekota yokugqibela
  • ๐ŸŒ˜inyanga elicala ethwasayo
  • ๐ŸŒ™inyanga elicala
  • ๐ŸŒšubuso benyanga entsha
  • ๐ŸŒ›inyanga yekota yokuqala enobuso
  • ๐ŸŒœinyanga yekota yokugqibela enobuso
  • ๐ŸŒก๏ธi-thermometer
  • โ˜€๏ธilanga
  • ๐ŸŒinyanga epheleleyo enobuso
  • ๐ŸŒžilanga elinobuso
  • โญinkwenkwezi ephakathi emhlophe
  • ๐ŸŒŸinkwenkwezi ekhanyayo
  • ๐ŸŒ inkwenkwezi edubulayo
  • ๐ŸŒŒumnyele wezulu
  • โ˜๏ธilifu
  • โ›…ilanga elisemva kwamafu
  • โ›ˆ๏ธilifu elinombane nemvula
  • ๐ŸŒค๏ธilanga elisemva kwelifu elincinane
  • ๐ŸŒฅ๏ธilanga elisemva kwelifu elikhulu
  • ๐ŸŒฆ๏ธilanga elisemva kwelifu lemvula
  • ๐ŸŒง๏ธilifu elinemvula
  • ๐ŸŒจ๏ธilifu elinekhephu
  • ๐ŸŒฉ๏ธilifu elinombane
  • ๐ŸŒช๏ธisaqhwithi
  • ๐ŸŒซ๏ธinkungu
  • ๐ŸŒฌ๏ธubuso bomoya
  • ๐ŸŒ€inkanyamba
  • ๐ŸŒˆumnyama
  • ๐ŸŒ‚isambrela esivaliweyo
  • โ˜‚๏ธisambreli
  • โ˜”isambreli esinamathontsi emvula
  • โ›ฑ๏ธisambreli esisemgangathweni
  • โšกamandla ombane aphezulu
  • โ„๏ธihlwantsi lekhephu
  • โ˜ƒ๏ธumntu wekhephu
  • โ›„umntu wekhephu ngaphandle kwekhephu
  • โ˜„๏ธi-comet
  • ๐Ÿ”ฅumlilo
  • ๐Ÿ’งiqabaza
  • ๐ŸŒŠiliza lamanzi
  • ๐ŸŽƒ

  • ๐ŸŽƒi-Jack-o-lantern
  • ๐ŸŽ„umthi wekrismesi
  • ๐ŸŽ†iziqhushumbi
  • ๐ŸŽ‡isikhazimli
  • โœจizikhazimli
  • ๐ŸŽˆibhaloni
  • ๐ŸŽ‰isidubuli setheko
  • ๐ŸŽŠibhola enamaphepha amahle
  • ๐ŸŽ‹umthi we-tanabata
  • ๐ŸŽumhombiso wompayini
  • ๐ŸŽŽoonodoli baseJapan
  • ๐ŸŽi-carp streamer
  • ๐ŸŽiintsimbi zomoya
  • ๐ŸŽ‘umsitho wokubukela inyanga
  • ๐ŸŽ€iribhoni
  • ๐ŸŽisipho esibotshiweyo
  • ๐ŸŽ—๏ธiribhoni yesikhumbuzi
  • ๐ŸŽŸ๏ธitikiti lamangeno
  • ๐ŸŽซitikiti
  • ๐ŸŽ–๏ธimbasa yasebukhosini
  • ๐Ÿ†imbasa
  • ๐Ÿ…imbasa yezemidlalo
  • ๐Ÿฅ‡imbasa yendawo yoku-1
  • ๐Ÿฅˆimbasa yendawo yesi-2
  • ๐Ÿฅ‰imbasa yendawo yesi-3
  • โšฝibhola yesoka
  • โšพi-baseball
  • ๐Ÿ€i-basketball
  • ๐Ÿi-volleyball
  • ๐Ÿˆi-american football
  • ๐Ÿ‰umbhoxo
  • ๐ŸŽพintenetya
  • ๐ŸŽณumdlalo ngeebhola zomthi
  • ๐Ÿumdlalo weqakamba
  • ๐Ÿ‘i-hockey yasebaleni
  • ๐Ÿ’i-ice hockey
  • ๐Ÿ“i-ping pong
  • ๐Ÿธi-badminton
  • ๐ŸฅŠiglavu yamanqindi
  • ๐Ÿฅ‹iyunifomu ye-martial arts
  • ๐Ÿฅ…umnatha wenqaku
  • โ›ณiflegi ekwintongo
  • โ›ธ๏ธukutyibiliza kwiayisi
  • ๐ŸŽฃintonga yokuloba
  • ๐ŸŽฝihempe yokubaleka
  • ๐ŸŽฟi-skis
  • ๐Ÿ›ทisileyi
  • ๐ŸฅŒilitye lokugoba
  • ๐ŸŽฏukuchana ngokuthe ngqo
  • ๐ŸŽฑi-pool 8 ball
  • ๐Ÿ”ฎibhola yekristale
  • ๐ŸŽฎumdlalo wevidiyo
  • ๐Ÿ•น๏ธi-joystick
  • ๐ŸŽฐumatshini wokuthengisa
  • ๐ŸŽฒidayisi lomdlalo
  • โ™ ๏ธi-spade suit
  • โ™ฅ๏ธisuti yentliziyo
  • โ™ฆ๏ธisuti yedayimani
  • โ™ฃ๏ธisuti yeklabhu
  • ๐Ÿƒumhlekisi
  • ๐Ÿ€„i-mahjong red dragon
  • ๐ŸŽดamakhasi okudlala entatyambo
  • ๐ŸŽญukudlala ubugcisa
  • ๐Ÿ–ผ๏ธumfanekiso onasekhelo
  • ๐ŸŽจiplanga lepeyinti legcisa
  • ๐Ÿ‘“

  • ๐Ÿ‘“iiglasi
  • ๐Ÿ•ถ๏ธiindondo
  • ๐Ÿ‘”iqhina
  • ๐Ÿ‘•isikipa
  • ๐Ÿ‘–iijini
  • ๐Ÿงฃisikhafu
  • ๐Ÿงคiiglavu
  • ๐Ÿงฅidyasi
  • ๐Ÿงฆiikawusi
  • ๐Ÿ‘—ilokhwe
  • ๐Ÿ‘˜i-kimono
  • ๐Ÿ‘™i-bikini
  • ๐Ÿ‘šiimpahla zamabhinqa
  • ๐Ÿ‘›isipaji
  • ๐Ÿ‘œingxowa yamakhosikazi
  • ๐Ÿ‘ibhegi ephathwayo
  • ๐Ÿ›๏ธiibhegi zokuthenga
  • ๐ŸŽ’ubhaka wesikolo
  • ๐Ÿ‘žisihlangu sendoda
  • ๐Ÿ‘Ÿisihlangu sokubaleka
  • ๐Ÿ‘ isihlangu esinesithende esiphakamileyo
  • ๐Ÿ‘กimbadada yebhinqa
  • ๐Ÿ‘ขibhutsi yebhinqa
  • ๐Ÿ‘‘isithsaba
  • ๐Ÿ‘’umnqwazi webhinqa
  • ๐ŸŽฉi-top hat
  • ๐ŸŽ“umnqwazi wothweso-zidanga
  • ๐Ÿงขumnqwazi ohlawulelweyo
  • โ›‘๏ธisigcina-ntloko somsebenzi womncedo
  • ๐Ÿ“ฟamaso omthandazo
  • ๐Ÿ’„i-lipstick
  • ๐Ÿ’umsesane
  • ๐Ÿ’Žilitye elixabisekileyo
  • ๐Ÿ”‡ispikha esicuthiweyo
  • ๐Ÿ”ˆivolyum esezantsi yespikha
  • ๐Ÿ”‰ivolyum ephakathi yespikha
  • ๐Ÿ”Šivolyum ephezulu yespikha
  • ๐Ÿ“ขisandisi-zwi
  • ๐Ÿ“ฃi-megaphone
  • ๐Ÿ“ฏuphondo lweposi
  • ๐Ÿ””intsimbi
  • ๐Ÿ”•intsimbi ehlatyiweyo
  • ๐ŸŽผinqaku lomculo
  • ๐ŸŽตinowuthi yomculo
  • ๐ŸŽถiinowuthi zomculo
  • ๐ŸŽ™๏ธi-microphone yestudiyo
  • ๐ŸŽš๏ธislayida seqondo
  • ๐ŸŽ›๏ธamaqhosha olawulo
  • ๐ŸŽคimayikhrofowuni
  • ๐ŸŽงi-headphone
  • ๐Ÿ“ปirediyo
  • ๐ŸŽทi-saxophone
  • ๐ŸŽธikatala
  • ๐ŸŽนikhibhodi yomculo
  • ๐ŸŽบixolongo
  • ๐ŸŽปi-violin
  • ๐Ÿฅigubu
  • ๐Ÿ“ฑiselfowuni
  • ๐Ÿ“ฒiselfowuni enotolo
  • โ˜Ž๏ธifowuni
  • ๐Ÿ“žumqheba wefowuni
  • ๐Ÿ“Ÿipheyija
  • ๐Ÿ“ umatshani wefeksi
  • ๐Ÿ”‹ibhetri
  • ๐Ÿ”Œiplagi yombane
  • ๐Ÿ’ปikhompyutha ye-laptop
  • ๐Ÿ–ฅ๏ธikhompyutha yedesktophu
  • ๐Ÿ–จ๏ธiprinta
  • โŒจ๏ธikhibhodi
  • ๐Ÿ–ฑ๏ธimawusi yekhompyutha
  • ๐Ÿ–ฒ๏ธi-trackball
  • ๐Ÿ’ฝidiski yekhompyutha
  • ๐Ÿ’พidiski ye-floppy
  • ๐Ÿ’ฟidiksi yeliso
  • ๐Ÿ“€i-dvd
  • ๐ŸŽฅikhamera yemuvi
  • ๐ŸŽž๏ธizakhelo zefilimu
  • ๐Ÿ“ฝ๏ธiprojektha yefilimu
  • ๐ŸŽฌibhodi yemuvi
  • ๐Ÿ“บumabonakude
  • ๐Ÿ“ทikhamera
  • ๐Ÿ“ธikhamera enefleshi
  • ๐Ÿ“นikhamera yevidiyo
  • ๐Ÿ“ผikhasethi levidiyo
  • ๐Ÿ”iglasi yokwandisa ekhombe ekhohlo
  • ๐Ÿ”Žiglasi yokwandisa eyalathe ekunene
  • ๐Ÿ•ฏ๏ธikhandlela
  • ๐Ÿ’กibhalbhu yesibane
  • ๐Ÿ”ฆisibane
  • ๐Ÿฎisibane sephepha elibomvu
  • ๐Ÿ“”incwadi yamanqaku enomphandle ohonjisiweyo
  • ๐Ÿ“•incwadi evaliweyo
  • ๐Ÿ“–incwadi evulekileyo
  • ๐Ÿ“—incwadi eluhlaza
  • ๐Ÿ“˜incwadi ebhlowu
  • ๐Ÿ“™incwadi eorenji
  • ๐Ÿ“šiincwadi
  • ๐Ÿ““incwadi yamanqaku
  • ๐Ÿ“’ileja
  • ๐Ÿ“ƒiphepha elinomjiko
  • ๐Ÿ“œskrola
  • ๐Ÿ“„iphepha elijonge phezulu
  • ๐Ÿ“ฐiphephandaba
  • ๐Ÿ—ž๏ธiphephandaba elisongiweyo
  • ๐Ÿ“‘iithebhu zebhukmakhi
  • ๐Ÿ”–ibhukmakhi
  • ๐Ÿท๏ธileyibhuli
  • ๐Ÿ’ฐibhegi yemali
  • ๐Ÿ’ดimali eliphepha yase-yen
  • ๐Ÿ’ตimali yephepha ye-dollar
  • ๐Ÿ’ถimali eliphepha ye-euro
  • ๐Ÿ’ทimali eliphepha ye-pound
  • ๐Ÿ’ธimali eneempiko
  • ๐Ÿ’ณikhadi letyala
  • ๐Ÿ’นitshati iyanda nge-yen
  • โœ‰๏ธimvulophu
  • ๐Ÿ“งi-imeyile
  • ๐Ÿ“จimvulophu engenayo
  • ๐Ÿ“ฉimvulophu enotolo
  • ๐Ÿ“คitreyi yeziphumayo
  • ๐Ÿ“ฅitreyi yezingenayo
  • ๐Ÿ“ฆiphakheji
  • ๐Ÿ“ซibhokisi yeposi evaliweyo eneflegi enyusiweyo
  • ๐Ÿ“ชibhokisi yeposi evaliweyo eneflegi ehlisiweyo
  • ๐Ÿ“ฌvula ibhokisi yeposi eneflegi enyusiweyo
  • ๐Ÿ“ญvula ibhokisi yeposi eneflegi ehlisiweyo
  • ๐Ÿ“ฎibhokisi yeposi
  • ๐Ÿ—ณ๏ธibhokisi yebhalothi enebhalothi
  • โœ๏ธipensile
  • โœ’๏ธincam yosiba emnyama
  • ๐Ÿ–‹๏ธusiba lwengxangxasi
  • ๐Ÿ–Š๏ธusiba
  • ๐Ÿ–Œ๏ธibhrasi yokupeyinta
  • ๐Ÿ–๏ธikhrayoni
  • ๐Ÿ“imemo
  • ๐Ÿ’ผibrifkheyisi
  • ๐Ÿ“ifolda yefayile
  • ๐Ÿ“‚ifolda yefayile evulekileyo
  • ๐Ÿ—‚๏ธizahluli zeindeksi yekhadi
  • ๐Ÿ“…ikhalenda
  • ๐Ÿ“†krazula ikhalenda
  • ๐Ÿ—’๏ธiphedi yamanqaku ejikelezayo
  • ๐Ÿ—“๏ธikhalenda ejikelezayo
  • ๐Ÿ“‡ikhadi leindeksi
  • ๐Ÿ“ˆitshati iyanda
  • ๐Ÿ“‰itshati iyehla
  • ๐Ÿ“Šitshati yebha
  • ๐Ÿ“‹iklipbhodi
  • ๐Ÿ“Œi-pushpin
  • ๐Ÿ“unotaka otyhalwayo ongqukuva
  • ๐Ÿ“Žikliphu yephepha
  • ๐Ÿ–‡๏ธikliphu yephepha edityanisiweyo
  • ๐Ÿ“irula ethe tye
  • ๐Ÿ“irula engunxantathu
  • โœ‚๏ธizikere
  • ๐Ÿ—ƒ๏ธibhokisi yefayile yamakhadi
  • ๐Ÿ—„๏ธikhabhathi yefayile
  • ๐Ÿ—‘๏ธibhaskithi yenkunkuma
  • ๐Ÿ”’itshixiwe
  • ๐Ÿ”“ayitshixwanga
  • ๐Ÿ”itshixwe ngosiba
  • ๐Ÿ”itshixwe ngesitshixo
  • ๐Ÿ”‘iqhosha
  • ๐Ÿ—๏ธiqhosha elidala
  • ๐Ÿ”จihamile
  • โ›๏ธipeki
  • โš’๏ธihamile nepeki
  • ๐Ÿ› ๏ธihamile nebhobhotyana
  • ๐Ÿ—ก๏ธisinkempe
  • โš”๏ธamakrele anqamlezileyo
  • ๐Ÿ”ซumpu
  • ๐Ÿนisaphetha notolo
  • ๐Ÿ›ก๏ธikhaka
  • ๐Ÿ”งibhobhotyane
  • ๐Ÿ”ฉimortyisi nesikhonkwane
  • โš™๏ธigiyeri
  • ๐Ÿ—œ๏ธisibambi
  • โš–๏ธiskali sokulinganisa
  • ๐Ÿ”—ikhonkco
  • โ›“๏ธamatsheyina
  • โš—๏ธi-alembic
  • ๐Ÿ”ฌi-microscope
  • ๐Ÿ”ญi-telescope
  • ๐Ÿ“กintonga yesathelayithi
  • ๐Ÿ’‰isirinji
  • ๐Ÿ’Šipilisi
  • ๐Ÿšชucango
  • ๐Ÿ›๏ธibhedi
  • ๐Ÿ›‹๏ธisofa nesibane
  • ๐Ÿšฝithoyilethi
  • ๐Ÿšฟishawa
  • ๐Ÿ›ibhafu yokuhlambela
  • ๐Ÿ›’inqwelo yokuthenga
  • ๐Ÿšฌicuba
  • โšฐ๏ธibhokisi
  • โšฑ๏ธingqayi yomngcwabo
  • ๐Ÿ—ฟi-moai
  • ๐Ÿง

  • ๐Ÿงuphawu lwe-ATM
  • ๐Ÿšฎuphawu lwenkunkuma esemgqomeni
  • ๐Ÿšฐamanzi aphathwayo
  • โ™ฟisimboli yesitulo samavili
  • ๐Ÿšนigumbi lamadoda
  • ๐Ÿšบigumi lamabhinqa
  • ๐Ÿšปigumbi lokuphumla
  • ๐Ÿšผisimboli yosana
  • ๐Ÿšพithoyilethi egungxulwayo
  • ๐Ÿ›‚ulawulo lwephaspoti
  • ๐Ÿ›ƒamasiko
  • ๐Ÿ›„ukulanda impahla
  • ๐Ÿ›…umthwalo wasekhohlo
  • โš ๏ธisilumkiso
  • ๐Ÿšธabantwana abawelayo
  • โ›”akungenwa
  • ๐Ÿšซyalelwe
  • ๐Ÿšณiibhayisekile azivumelekanga
  • ๐Ÿšญakutshaywa
  • ๐Ÿšฏakulahlwa nkunkuma
  • ๐Ÿšฑamanzi angaphathwayo
  • ๐Ÿšทabahambi abavumelekanga
  • ๐Ÿ“ตiiselfowuni azivumelekanga
  • ๐Ÿ”žabangaphantsi kwelishumi elinesibhozo abavumelekanga
  • โ˜ข๏ธi-radioactive
  • โ˜ฃ๏ธi-biohazard
  • โฌ†๏ธutolo oluphezulu
  • โ†—๏ธutolo olujonge phezulu
  • โžก๏ธutolo olusekunene
  • โ†˜๏ธutolo olujonge ezantsi
  • โฌ‡๏ธutolo olusezantsi
  • โ†™๏ธutolo olusezantsi ekhohlo
  • โฌ…๏ธutolo olusekhohlo
  • โ†–๏ธutolo olusekhohlo phezulu
  • โ†•๏ธutolo olusezantsi phezulu
  • โ†”๏ธutolo olusekunene ekhohlo
  • โ†ฉ๏ธutolo olusekunene olugobe ekhohlo
  • โ†ช๏ธutolo olusekhohlo olugobe ekunene
  • โคด๏ธutolo olusekunene olugobe phezulu
  • โคต๏ธutolo olusekunene olugobe ezantsi
  • ๐Ÿ”ƒamatolo athe nkqo ajikeleza ngasekunene
  • ๐Ÿ”„iqhosha lamatolo elijikeleza ngasekunene
  • ๐Ÿ”™utolo oluthi EMVA
  • ๐Ÿ”šutolo oluthi UKUPHELA
  • ๐Ÿ”›utolo oluthi iLayitile!
  • ๐Ÿ”œutolo oluthi KUNGEKUDALA
  • ๐Ÿ”utolo oluthi PHEZULU
  • ๐Ÿ›indawo yokunqula
  • โš›๏ธisimboli yeatom
  • ๐Ÿ•‰๏ธi-om
  • โœก๏ธinkwenkwezi kaDavide
  • โ˜ธ๏ธivili le-dharma
  • โ˜ฏ๏ธi-yin yang
  • โœ๏ธumnqamlezo we-latin
  • โ˜ฆ๏ธumnqamlezo we-orthodox
  • โ˜ช๏ธinkwenkwezi neceba
  • โ˜ฎ๏ธisimboli yoxolo
  • ๐Ÿ•Ži-menorah
  • ๐Ÿ”ฏinkwenkwezi eneekona ezintandathu enechaphaza
  • โ™ˆI-Aries
  • โ™‰I-Taurus
  • โ™ŠI-Gemini
  • โ™‹I-Cancer
  • โ™ŒI-Leo
  • โ™I-Virgo
  • โ™ŽI-Libra
  • โ™I-scorpius
  • โ™I-Sagittarius
  • โ™‘I-Capricorn
  • โ™’I-Aquarius
  • โ™“I-Pisces
  • โ›ŽI-Ophiuchus
  • ๐Ÿ”€iqhosha lokushafula iingoma
  • ๐Ÿ”iqhosha lokuphinda
  • ๐Ÿ”‚iqhosha elithi phinda kanye
  • โ–ถ๏ธiqhosha lokudlala
  • โฉiqhosha lokukhawulezisa
  • โญ๏ธiqhosha lengoma elandelayo
  • โฏ๏ธiqhosha lokudlala okanye lokunqumamisa
  • โ—€๏ธiqhosha lokubuyisela emva
  • โชiqhosha lobuyiselโ€™ umva ngokukhawuleza
  • โฎ๏ธiqhosha lengoma yokugqibela
  • ๐Ÿ”ผiqhosha laphezulu
  • โซiqhosha laphezulu ngokukhawuleza
  • ๐Ÿ”ฝiqhosha lasezantsi
  • โฌiqhosha lasezantsi lokukhawulezisa
  • โธ๏ธiqhosha lokunqumamisa
  • โน๏ธiqhosha lokumisa
  • โบ๏ธiqhosha lokurekhoda
  • โ๏ธiqhosha lokukhupha
  • ๐ŸŽฆisinema
  • ๐Ÿ”…iqhosha lobumfiliba
  • ๐Ÿ”†iqhosha elikhanyayo
  • ๐Ÿ“ถiibha zentonga
  • ๐Ÿ“ณimowudi eshukumayo
  • ๐Ÿ“ดiselfowuni icimile
  • โ™€๏ธuphawu lwebhinqa
  • โ™‚๏ธuphawu lwendoda
  • โœ–๏ธuphindaphindo olungqindilili x
  • โž•uphawu lokudibanisa olungqindilili
  • โž–uphawu lokuthabatha olungqindilili
  • โž—uphawu lolwahlulo olungqindilili
  • โ€ผ๏ธuphawu lwesikhuzo ophindaphindeneyo
  • โ‰๏ธuphawu lombuzo lwesikhuzo
  • โ“uphawu lombuzo
  • โ”uphawu lombuzo olumhlophe
  • โ•uphawu lwesikhuzo olumhlophe
  • โ—uphawu lwesikhuzo
  • ใ€ฐ๏ธidesh ewangawangisayo
  • ๐Ÿ’ฑutshintshiselwano lwekharensi
  • ๐Ÿ’ฒuphawu lwe-dollar olungqindilili
  • โš•๏ธisimboli yezonyango
  • โ™ป๏ธisimboli yokubuyisela kwimo yangaphambili
  • โšœ๏ธi-fleur-de-lis
  • ๐Ÿ”ฑumfuziselo womkhonto oneencam ezintathu
  • ๐Ÿ“›igama lebheji
  • ๐Ÿ”ฐisimboli yaseJapan yabaqalayo
  • โญ•isangqa esikhulu esingqindilili
  • โœ…uphawu lokuhlola olungqindilili olumhlophe
  • โ˜‘๏ธibhokisi yebhalothi yokhetho
  • โœ”๏ธuphawu lokhetho olungqindilili
  • โŒuphawu lomnqamlezo
  • โŽiqhosha lophawu lomnqamlezo
  • โžฐirhintyela eliphotheneyo
  • โžฟirhintyela eliphotheneyo kabini
  • ใ€ฝ๏ธuphawu lwenguqulelo oluyinxalenye
  • โœณ๏ธinkwenkwezana eneencam ezisibhozo
  • โœด๏ธinkwenkwezi eneencam ezisibhozo
  • โ‡๏ธkhazimla
  • ยฉ๏ธilungelo lokukopa
  • ยฎ๏ธibhalisiwe
  • โ„ข๏ธuphawu lorhwebo
  • ๐Ÿ” fakela oonobumba abakhulu baselatin
  • ๐Ÿ”กfakela oonobumba abancinane besilatin
  • ๐Ÿ”ขamanani ongeniso
  • ๐Ÿ”ฃiisimboli zongeniso
  • ๐Ÿ”คfakela oonobumba besilatin
  • ๐Ÿ…ฐ๏ธiqhosha elithi A (uhlobo lwegazi)
  • ๐Ÿ†Žiqhosha elithi AB (uhlobo lwegazi)
  • ๐Ÿ…ฑ๏ธiqhosha elithi B (uhlobo lwegazi)
  • ๐Ÿ†‘iqhosha elithi CL
  • ๐Ÿ†’iqhosha elithi KUHLE
  • ๐Ÿ†“iqhosha elithi simahla
  • โ„น๏ธinkcazelo
  • ๐Ÿ†”iqhosha le-ID
  • โ“‚๏ธwenze isangqa M
  • ๐Ÿ†•iqhosha elithi ENTSHA
  • ๐Ÿ†–iqhosha elithi NG
  • ๐Ÿ…พ๏ธiqhosha elithi O (uhlobo lwegazi)
  • ๐Ÿ†—iqhosha elithi KULUNGILE
  • ๐Ÿ…ฟ๏ธiqhosha elithi P
  • ๐Ÿ†˜iqhosha elithi SOS
  • ๐Ÿ†™iqhosha elithi PHEZULU!
  • ๐Ÿ†šiqhosha elithi VS
  • ๐Ÿˆiqhosha elithi "apha" laseJapan
  • ๐Ÿˆ‚๏ธiqhosha elithi "intalwulo yenkonzo" lesiJapan
  • ๐Ÿˆท๏ธiqhosha elithi "imali yenyanga" lesiJapan
  • ๐Ÿˆถiqhosha elithi "ayikho simahla" lesiJapan
  • ๐Ÿˆฏiqhosha elithi "ibhukhishiwe" lesiJapan
  • ๐Ÿ‰iqhosha elithi "isaphulelo" lesiJapan
  • ๐Ÿˆนiqhosha elithi "lesaphulelo" lesiJapan
  • ๐Ÿˆšiqhosha elithi "simahala" lesiJapan
  • ๐Ÿˆฒiqhosha elithi "ithintelwe" lesiJapan
  • ๐Ÿ‰‘iqhosha elithi "yamkelekile" lesiJapan
  • ๐Ÿˆธiqhosha elithi "usetyenziso"
  • ๐Ÿˆดiqhosha elithi "ukuphumelela ibanga" lesiJapan
  • ๐Ÿˆณiqhosha elithi "umsebenzi" lesiJapan
  • ใŠ—๏ธiqhosha elithi "huntshu" lesiJapan
  • ใŠ™๏ธiqhosha elith "imfihlelo" lesiJapan
  • ๐Ÿˆบiqhosha elithi โ€™ishishini livulekileโ€™ laseJapan
  • ๐Ÿˆตiqhosha elithi "akukho msebenzi" lesiJapan
  • ๐Ÿ”ดisangqa esibomvu
  • ๐Ÿ”ตisangqa esibhlowu
  • โšซisangqa esimnyama
  • โšชisangqa esimhlophe
  • โฌ›iskwere esikhulu esimnyama
  • โฌœiskwere esikhulu esimhlophe
  • โ—ผ๏ธiskwere esiphakathi esimnyama
  • โ—ป๏ธiskwere esiphakathi esimhlophe
  • โ—พiskrwere esiphakathi-buncinane esimnyama
  • โ—ฝiskwere esiphakathi-buncinane esimhlophe
  • โ–ช๏ธiskwere esincinane esimnyama
  • โ–ซ๏ธiskwere esincinane esimhlophe
  • ๐Ÿ”ถidayimani eorenji enkulu
  • ๐Ÿ”ทidayimani ebhlowu enkulu
  • ๐Ÿ”ธidayimani eorenji encinane
  • ๐Ÿ”นidayimani ebhlowu encinane
  • ๐Ÿ”บunxantathu obomvu okhombe phezulu
  • ๐Ÿ”ปunxantathu obomvu okhombe ezantsi
  • ๐Ÿ’ idayimani enechaphaza
  • ๐Ÿ”˜iqhosha lerediyo
  • ๐Ÿ”ณiqhosha leskwere elimhlophe
  • ๐Ÿ”ฒiqhosha eliskrwere elimnyama
  • ๐Ÿ

  • ๐Ÿiflegi etsheke
  • ๐Ÿšฉiflegi engunxantathu
  • ๐ŸŽŒiiflegi ezinqamlezeneyo
  • ๐Ÿดiflegi emnyama
  • ๐Ÿณ๏ธiflegi emhlophe
  • ๐Ÿณ๏ธโ€๐ŸŒˆiflegi yomnyama
  • ๐Ÿ‘‹๐Ÿป

  • ๐Ÿปithoni yesikhumba esikhanyayo
  • ๐Ÿผithoni yesikhumba esikhanyayo phakathi
  • ๐Ÿฝithoni yesikhumba esiphakathi
  • ๐Ÿพithoni yesikhumba esiphakathi mnyama
  • ๐Ÿฟithoni yesikhumba emnyama

🔝